My Xhosa clan name.

 MGCINA / Tyhopho ka Phatho / NoKwindla /

Ncancashe / Gabul’ikhula /Malamb’ayendle aty’igusha athi ziz’duli zethafa /

Xhamela / Nxego / Butsolo beentonga /

Dlelanga / Ntlonipho…

About these ads

58 Comments on “My Xhosa clan name.”

  1. tshoarelo says:

    how r the Mgcina’s related to the Gala clan?

  2. Johannes says:

    hi Khaya
    thank u for clarifying my surnam,and my clan name
    johannes and Vuyo Nhlonipho

  3. mzwakhe says:

    i would like to know more about MYIRHA clan and also izithakazelo zama MYIRHA

  4. SIVE says:

    hi khaya i wona know more nga Macwera, ogxarha, ohlahlane, they that they are the royal house of amampondo.

  5. Dimpho says:

    Hi khaya, bakhona na abantu abango Dlamini, mntungwa, indlovu zidlekaya?

  6. Star says:

    Hey I know this is off topic but I was wondering if
    you knew of any widgets I could add to my blog
    that automatically tweet my newest twitter updates.
    I’ve been looking for a plug-in like this for quite some time and was hoping maybe you would have some experience with something like this. Please let me know if you run into anything. I truly enjoy reading your blog and I look forward to your new updates.

  7. Bongani Loli says:

    Hi
    Will you please narate the history of Amazangwe Ochayi clan on where do they come from but we are not related to Amazangwa Oncuthu.

    • Selina says:

      Khaya please khawucacise imvelaphi yaMazangwe Oochayi ngoba asingoMazangwa Ookhwalo

      • mzimkuludipa says:

        AmaZangwe ithi imbali avela eLusuthu ehamba kunye nooBhanqo amaNtshilibe, thina singo Chayi,Zongozi, Ntubi, Njanana, Ntelele, Sazobe,Sibi,Msengana, Msuthu,

  8. Nkululeko Nyosi says:

    I would like to thank this website very much,it help ma kids to learn moreabout the clan names,bt can you please find for the Ndzothe clan name?

  9. Can u please clarify my clan Yirha,Mzondi,Ncancashe.then i dnt know how to proceed

  10. Hi khaya! Can you please clarify my clan name:Yirha,Ncancashe,thyopho,Mzondi,Nokwindla.I dont know how to proceed,can you help me please.

  11. Nkululeko Nyosi says:

    Sure Khaya!!I would lyk to know abt ma wive’s clan name lyk mine is Nzothe,her’s is Mamfokeng van Matatiele bt wow ndiphelele apho,bail me out big brother.

  12. Monwabisi says:

    hi khaya, i would like to know ukuba Amazangwa are xhosa ,mfengu ,or mpondo?

  13. Ludwe says:

    I like this bt would love when and whre cn Amgcina meet with myirha

  14. zukiseka says:

    hi khaya ndifuna ukhe undicacisele nga lento yokuba uMngcina nomnye batshatane ,ithini into ngawundicacisela .

    • khayah says:

      Zukiseka,

      Kuneentlobo ezimbini zamaGcina. NgamaHelushe namaChe. AmaHelushe ngooTyopho ooNokwindla. UmHelushe ke uyakwazi ukutshata nentombi yamaGcina angamaChe. Abazalani.

      • Nokufa Harriet Tafane says:

        Nokufa,

        Hi Khaya, ndicela ukhe undi qhubele isiduko sala Magcina anga maChe, ndikhulele Emakwayini kulo Mama ndisanda kufumana last week ukuba ndingumGcina kodwa andibazi and ndifuna ukusazi isiduko.

  15. zukiseka says:

    khaya,
    mna ndingumngcina uMgadlume,untlonipho nomgadlume bayatshatana,kude kuthiwe baxhela inkomo ukuhlamba inyala,kubangamangcina yiyo lonto bendifuna nawe undinwenisele kolulwazi ndinalo,kude kuthiwe amangcina ayaNGCINANA yiyo lonto ndifuna unditsolisele.

    • khayah says:

      Zukiseka,

      Ngolwazi endinalo zonke iziduko ziyatshatana (uMgcina noMamgcina, uMzangwa nomamZangwa, njalo njalo). Lento yenzeka xa indoda iye yadibana nentombi, bavana, balala de kwakho iziqhamo (mhlawumbi intombi ikhulelwe) bengayazi ukuba bahlobene ngesiduko. Kuye kuthiwe ke ukuxolisa kwizinyanya nokuquma “elihlazo” makuxhelwe inkomo. Amanye ke amadoda aye afune ukunyuka nengalo.

      AmaGcina ayagcinana. Le yintetho nje. Ithetha ukuthi abantu bomnt’omnye bayakhathalelana.

  16. Khanyisa says:

    Khaya, my surname is Gala,plus ndinguMamgcina. kukho icorrelation between the two?

  17. Nceba says:

    @ Monwabisi,amaZangwa,ooKhwalo – ngamaMpondo mhlekazi.

  18. Nceba Ntweni says:

    Zangwa,Khwalo,Ncuthu,Mlanjana,Sohobese,Nkuma,Nceya,Debeshe,Nqene,Mchenge,Mlanjana,Mlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuba zinamaphiko,Mpondozephela,Nkonjan’emnyama ebhabh’emafini,Mnikwangquza engayicelanga,Gcaleka !
    Bhotani !

  19. who was the father of mgcina

  20. the names of their fathers

  21. vuyiswa nyosi says:

    I’m Vuyiswa Nyosi, I w0uld like t0 kn0w my clan names anyone wh0 can help me. Please email me at jmoo0744@gmail.com 0r sms me at 0760286352. My Surname is Nyosi please help

  22. Nokufa,
    Hi Khaya, ndicela ukhe undi qhubele isiduko sala Magcina anga maChe, ndikhulele Emakwayini kulo Mama ndisanda kufumana last week ukuba ndingumGcina kodwa andibazi and ndifuna ukusazi isiduko.

  23. Kuku Moshoeshoe says:

    I’m glad I found your site. I would like to know if amaGcina ngabatThembu and if so whether King Buyelekhaya Dalindyebo is our king.

  24. nthabi says:

    Hey Khayah

    I’m sotho with xhosa blood running through my vains my father’s surname is Joyi I’d lyk to know more about the Joyis where they from and what are their clan

  25. Nomsa Satula says:

    Hi bhutiza mna ndifuna ukwazi ukuthutha oomkhakhulu bam.Umamgebe noMamntlane.Ndincede zange bandikhulise basweleke ndiselula.Khawncede

  26. Chief Lata says:

    Hi Khaya
    Please nceda ndigu Chief LATA singamaGCINA. Can you find out ukuthi singamaGcina kanjani.

  27. Lelethu says:

    Hi khaya, I am of the Ntshilibe,Mdumane,Bhanqo clan.It is said we are of the Koena origin among the South Sothos.The clan Mdumane is from the Sotho word Motomane.I plead with you to trace any Mokoena with Motomane in their clan Sothat I can be able to trace my exact place amongst the vast Mokoena household.Help me my dear brother I am desperate.Looling forward to your response.Thank you.

  28. Lelethu says:

    Bhanqo, there is only one Mdumane.We do not have sub clans either or the great house.Our praise names are Mntshilibe, Bhanqo, Ndize, Langa, Bobese,Khawuta,Mdumane, and of course Gcaleka.I was convinced that I am 100 percent Xhosa until convinced by knowlegeable people that Im Sotho.I disputed the matter but to no avail as several people kept on telling me the same story until I decided to do a research about the history of amaNtshilibe.Research proved beyond unreasonable doubt that we dont feature in any of the Nguni houses but Sotho.Find the book by L.T. Manyase named Imbumba yamanyama an another book by Dr. Rev Ngwanya as well as the internet.Try to get info from various materials you will be more informed.Thanks for asking.Mdumane.

  29. zizipho says:

    i would like to know about Gcina and Mzondi clan is there any relation?what relates them?how ar they related?


Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s

Follow

Get every new post delivered to your Inbox.

Join 309 other followers